1 Ookumkani 11:18 XHO75

18 Besuka kwaMidiyan, beza eParan; bathabatha amadoda eParan, ahamba nabo; beza eYiputa kuFaro, ukumkani waseYiputa. Yena ke wamnika indlu, wathi makazuze ukudla, wamnika ilizwe.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 11

imbono 1 Ookumkani 11:18 kwimeko