1 Ookumkani 11:20 XHO75

20 Ke umsakwabo boTapenes wamzalela uGenubhati, unyana wakhe; uTapenes wamlumlela endlwini kaFaro, uGenubhati waba ngowendlu kaFaro phakathi koonyana bakaFaro.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 11

imbono 1 Ookumkani 11:20 kwimeko