1 Ookumkani 11:31 XHO75

31 Wathi uAhiya kuYarobheham, Zithabathele iziqwenga zibe lishumi; ngokuba utsho uYehova uThixo kaSirayeli, ukuthi, Yabona, ndiya kubukrazula ubukumkani esandleni sikaSolomon, ndikunike izizwe zibe lishumi;

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 11

imbono 1 Ookumkani 11:31 kwimeko