1 Ookumkani 12:24 XHO75

24 Utsho uYehova ukuthi, Ize ninganyuki; ize ningalwi nabazalwana benu oonyana bakaSirayeli. Buyani, aye elowo endlwini yakhe; ngokuba iphuma kum le nto. Baliphulaphula ilizwi likaYehova, babuya, bahamba ngokwelizwi likaYehova.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 12

imbono 1 Ookumkani 12:24 kwimeko