1 Ookumkani 12:33 XHO75

33 Wenyusa amadini esibingelelweni awasenzayo eBheteli, ngoweshumi elinesihlanu umhla wenyanga yesibhozo, ngenyanga leyo abeyicamangile kweyakhe intliziyo; wabenzela umthendeleko oonyana bakaSirayeli, wenyusa amadini esibingelelweni, ukuba kuqhunyiselwe.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 12

imbono 1 Ookumkani 12:33 kwimeko