1 Ookumkani 12:6 XHO75

6 Ukumkani uRehabheham wacebisana namadoda amakhulu, abesakuma phambi koSolomon uyise oko abesahleli, wathi, Ninika cebo lini na nina, ukuze ndibanike ilizwi aba bantu?

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 12

imbono 1 Ookumkani 12:6 kwimeko