1 Ookumkani 13:11 XHO75

11 Ke kaloku kwakuhleli eBheteli umprofeti othile, obeseleyindoda enkulu; weza unyana wakhe, wamcacisela konke awakwenzayo umfo wakwaThixo loo mini eBheteli; namazwi awawathethayo kukumkani, wawacacisa kuyise.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 13

imbono 1 Ookumkani 13:11 kwimeko