1 Ookumkani 13:26 XHO75

26 Weva umprofeti obembuyise endleleni, wathi, Ngulaa mfo wakwaThixo uwuphikisileyo umlomo kaYehova. UYehova umnikele engonyameni; yamqoba, yambulala ngokwelizwi likaYehova, abelithethe kuye.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 13

imbono 1 Ookumkani 13:26 kwimeko