1 Ookumkani 13:31 XHO75

31 Kwathi, emveni kokumngcwaba kwabo, wathetha koonyana bakhe, esithi, Ndákufa, ndingcwabeleni engcwabeni angcwatyelwe kulò umfo wakwaThixo; walaliseni ngasemathanjeni akhe amathambo am.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 13

imbono 1 Ookumkani 13:31 kwimeko