1 Ookumkani 13:33 XHO75

33 Emva koko uYarobheham akabuyanga endleleni yakhe embi; wabuya wenza ababingeleli bezigánga eluntwini lonke; wathi athe wamthanda, wammisela, waba ngowababingeleli bezigánga.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 13

imbono 1 Ookumkani 13:33 kwimeko