1 Ookumkani 13:6 XHO75

6 Waphendula ukumkani, wathi kumfo wakwaThixo, Khawumbongoze uYehova uThixo wakho, undithandazele, sibuyiselwe kum isandla sam. Umfo wakwaThixo wambongoza ke uYehova, sabuyiselwa kuye isandla sokumkani, saba njengokwangaphambili.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 13

imbono 1 Ookumkani 13:6 kwimeko