1 Ookumkani 14:2 XHO75

2 Wathi uYarobheham kumkakhe, Khawusuke uzenze mntu wumbi, bangàkwazi ukuba ungumka Yarobheham; uhambe uye eShilo; nanko apho uAhiya umprofeti, owandixelelayo ukuba ndiya kuba ngukumkani waba bantu;

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 14

imbono 1 Ookumkani 14:2 kwimeko