1 Ookumkani 14:24 XHO75

24 Kananjalo bekukho amang'awu elizweni, enza ngokwamasikizi onke eentlanga, awazigqogqayo uYehova phambi koonyana bakaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 14

imbono 1 Ookumkani 14:24 kwimeko