1 Ookumkani 14:31 XHO75

31 URehabheham walala kooyise, wangcwatyelwa kooyise emzini kaDavide. Igama lonina belinguNahama, umAmonikazi. UAbhiyam, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 14

imbono 1 Ookumkani 14:31 kwimeko