1 Ookumkani 14:4 XHO75

4 Wenjenjalo umkaYarobheham, wesuka waya eShilo, wangena endlwini ka-Ahiya.Ke kaloku uAhiya ebengenakubona, ngokuba amehlo akhe abenorhatyazo ngobudala bakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 14

imbono 1 Ookumkani 14:4 kwimeko