18 Wayithabatha uAsa yonke isilivere negolide ebisele ebuncwaneni bendlu kaYehova, nasebuncwaneni bendlu yokumkani, wayinikela ezandleni zabakhonzi bakhe. UAsa ukumkani wayithumela kuBhenhadade, unyana kaTabrimon, unyana kaHeziyon, ukumkani wakwa-Aram,* ohleli eDamasko, esithi,