1 Ookumkani 15:20 XHO75

20 UBhen-hadade wamphulaphula ukumkani uAsa, wathumela abathetheli bempi abenabo emizini yakwaSirayeli, waxabela i-Iyon, nowakwaDan, neAbhele-bhete-mahaka, ne-Kineroti yonke, kunye nelizwe lonke lakwaNafetali.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 15

imbono 1 Ookumkani 15:20 kwimeko