1 Ookumkani 15:22 XHO75

22 Ukumkani uAsa wawahlabela umkhosi amaYuda onke, akwabakho namnye ukhululekileyo. Bawasusa amatye eRama, kwanemithi yayo abesakha ngayo uBhahesha ukumkani; uAsa wákha ke ngayo iGebha yakwaBhenjamin, neMizpa.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 15

imbono 1 Ookumkani 15:22 kwimeko