1 Ookumkani 15:7 XHO75

7 Ezinye izinto zika-Abhiyam, nako konke awakwenzayo, azibhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda? Yaye iyimfazwe ke phakathi koAbhiyam noYarobheham.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 15

imbono 1 Ookumkani 15:7 kwimeko