1 Ookumkani 16:23 XHO75

23 Ngomnyaka wamashumi amathathu anamnye ka-Asa ukumkani wakwaYuda, uOmri waba ngukumkani wamaSirayeli, iminyaka yaba lishumi elinamibini; waba ngukumkani eTirtsa iminyaka emithandathu.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 16

imbono 1 Ookumkani 16:23 kwimeko