1 Ookumkani 16:29 XHO75

29 UAhabhi, unyana kaOmri, waba ngukumkani kumaSirayeli ngomnyaka wamashumi omathathu anesibhozo ka-Asa, ukumkani wakwaYuda; uAhabhi unyana kaOmri waba neminyaka emashumi mabini anamibini engukumkani kumaSirayeli kwaSamari.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 16

imbono 1 Ookumkani 16:29 kwimeko