1 Ookumkani 16:31 XHO75

31 Ke, ngokungathi kulula kuye ukuhamba ngezono zikaYarobheham unyana kaNebhati, wesuka wazeka uIzebhele, intombi kaEtebhahali ukumkani wamaTsidon, wangumkakhe; waya wakhonza uBhahali,* wamnqula.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 16

imbono 1 Ookumkani 16:31 kwimeko