1 Ookumkani 16:8 XHO75

8 Ngomnyaka wamashumi omabini anamithandathu ka-Asa, ukumkani wakwaYuda, waba ngukumkani uEla unyana kaBhahesha, kwaSirayeli eTirtsa; yaba yiminyaka emibini.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 16

imbono 1 Ookumkani 16:8 kwimeko