1 Ookumkani 17:1 XHO75

1 Wathi uEliya waseTishbhi, wasezindwendweni zaseGiliyadi, kuAhabhi, Ehleli nje uYehova uThixo wakwaSirayeli, endimi phambi kwakhe, akuyi kukha kubekho mbethe namvula le minyaka, kungengálo ilizwi lam.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 17

imbono 1 Ookumkani 17:1 kwimeko