1 Ookumkani 17:12 XHO75

12 Wathi, Ehleli nje uYehova, uThixo wakho, andinasonka; ngumgubo ongázalisa isandla emphandeni, nentwana yeoli eselweni; uyabona ke, ndichola iinkuni ezimbini, ukuba ndiye ndenzele mna nonyana wam, sidle, sife.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 17

imbono 1 Ookumkani 17:12 kwimeko