1 Ookumkani 17:14 XHO75

14 Ngokuba utsho uYehova, uThixo wakwaSirayeli, ukuthi, Umphanda womgubo awuyi kuphela, neselwa leoli aliyi kuminyelelwa, ide ifike imini aya kuyinisa ngayo imvula uYehova phezu komhlaba.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 17

imbono 1 Ookumkani 17:14 kwimeko