1 Ookumkani 17:19 XHO75

19 Wathi kuye, Ndinike unyana wakho. Wamthabatha ke esifubeni sakhe, wenyuka naye, waya egumbini eliphezulu abehlala kulo, wamlalisa phezu kwesingqengqelo sakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 17

imbono 1 Ookumkani 17:19 kwimeko