1 Ookumkani 18:40 XHO75

40 Wathi uEliya kubo, Babambeni abaprofeti bakaBhahali; makungasindi namnye kubo. Bababamba ke; uEliya wabahlisela emlanjaneni oyiKishon, wababulalela khona.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 18

imbono 1 Ookumkani 18:40 kwimeko