1 Ookumkani 18:43 XHO75

43 Wathi kwindodana yakwakhe, Khawunyuke, ukhangele ngeli cala laselwandle. Yenyuka, yakhangela, yathi, Akukho nto. Wathi, Buya uye, izihlandlo zibe sixhenxe.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 18

imbono 1 Ookumkani 18:43 kwimeko