45 Kwathi ke kwakamsinya lasuka izulu lamnyama ngamafu nomoya; kwabakho imvula enkulu. Wakhwela uAhabhi, waya eYizereli.
funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 18
imbono 1 Ookumkani 18:45 kwimeko