1 Ookumkani 2:13 XHO75

13 Ke kaloku waya uAdoniya, unyana kaHagiti, kuBhatshebha unina kaSolomon. Wathi yena, Ùza ngoxolo na? Wathi, Ngoxolo.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 2

imbono 1 Ookumkani 2:13 kwimeko