1 Ookumkani 2:15 XHO75

15 Wathi, Thetha. Wathi, Ùyazi wena ukuba bebubobam ubukumkani, abe ebubhekise kum ubuso bawo onke amaSirayeli, ukuba ndibe ngukumkani. Bathi guququ ubukumkani, baba bobomninawa wam; ngokuba baba bobakhe, buphuma kuYehova.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 2

imbono 1 Ookumkani 2:15 kwimeko