1 Ookumkani 2:22 XHO75

22 Waphendula ukumkani uSolomon, wathi kunina, Yini na ukuba uAdoniya umcelele uAbhishagi waseShunem? Sewumcelela nobukumkani, ngokuba ungumkhuluwa wam; ucélele yena, noAbhiyatare umbingeleli, noYowabhi unyana kaTseruya.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 2

imbono 1 Ookumkani 2:22 kwimeko