38 Wathi uShimehi kukumkani, Lilungile elo lizwi; njengoko ithethe ngako inkosi yam ukumkani, úya kwenjenjalo umkhonzi wakho. Wahlala ke uShimehi eYerusalem imihla emininzi.
funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 2
imbono 1 Ookumkani 2:38 kwimeko