1 Ookumkani 2:40 XHO75

40 Wesuka uShimehi, wabopha iesile lakhe, waya eGati kuAkishe, efuna izicaka zakhe ezo; uShimehi waya eGati, weza nazo izicaka zakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 2

imbono 1 Ookumkani 2:40 kwimeko