1 Ookumkani 2:42 XHO75

42 Wathumela ke ukumkani, wambiza uShimehi, wathi kuye, Bendingakufungise uYehova yini na, ndakuqononondisa, nditsithi, Mini uthe waphuma waya phi naphi, yazi inene ukuba ùya kufa? Wathi ke wena kum, Lilungile elo lizwi, ndilivile.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 2

imbono 1 Ookumkani 2:42 kwimeko