1 Ookumkani 20:13 XHO75

13 Kwabonakala mprofeti uthile, wafika kuAhabhi ukumkani wakwaSirayeli, wathi, Utsho uYehova ukuthi, Ùyibonile na yonke le ngxokolo ingakanana? Yabona ndiyiníkele esandleni sakho namhla; wazi ukuba ndinguYehova.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 20

imbono 1 Ookumkani 20:13 kwimeko