1 Ookumkani 20:16 XHO75

16 Baphuma emini enkulu. Ke kaloku uBhen-hadade ubesela, enxila eminqubeni, yena nookumkani abamashumi mathathu anababini, ookumkani abo bamncedisayo.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 20

imbono 1 Ookumkani 20:16 kwimeko