1 Ookumkani 20:33 XHO75

33 Ngumzalwana wam. Loo madoda ke athi lithamsanqa, angxamisa ukumrhwebesha, ukuba elo lelakhe na, athi, Ngumzalwana wakho uBhen-hadade. Wathi yena, Yiyani kumthabatha. Waphuma uBhen-hadade weza kuye; wamkhwelisa enqwelweni.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 20

imbono 1 Ookumkani 20:33 kwimeko