1 Ookumkani 20:36 XHO75

36 Akavuma loo mntu ukuyibetha. Yathi kuye, Ngenxa yokuba ungaliphulaphulanga ilizwi likaYehova, uyabona, ekumkeni kwakho kum ùya kubulawa yingonyama. Wemka kuyo; yamfumana ingonyama, yambulala.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 20

imbono 1 Ookumkani 20:36 kwimeko