1 Ookumkani 20:39 XHO75

39 Kwathi, akubona ukuba uyadlula ukumkani, wamemeza kukumkani, wathi, Umkhonzi wakho lo waphuma waya emfazweni phakathi; nanko kutyeka indoda, yeza nomntu kum, yathi, Gcina lo mntu; ukuba uthe akabakho, umphefumlo wakho woba sesikhundleni somphefumlo wakhe, okanye wohlawula ngetalente* yesilivere.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 20

imbono 1 Ookumkani 20:39 kwimeko