1 Ookumkani 20:7 XHO75

7 Ukumkani wakwaSirayeli wabiza onke amadoda amakhulu elizwe, wathi, Qondani ke nibone, ukuba lo ungxamele ububi; ngokuba ubethumele kum, ebiza abafazi bam, nabantwana bam, nesilivere yam, negolide yam; andamangala.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 20

imbono 1 Ookumkani 20:7 kwimeko