1 Ookumkani 21:13 XHO75

13 Kwafika loo madoda mabini angamatshijolo, ahlala phambi kwakhe. Amadoda lawo angamatshijolo angqina ngaye uNabhoti phambi kwabantu, athi, UNabhoti uthuké uThixo nokumkani. Bamkhuphela ngaphandle komzi, bamgibisela ngamatye, wafa.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 21

imbono 1 Ookumkani 21:13 kwimeko