1 Ookumkani 21:15 XHO75

15 Kwathi, akuva uIzebhele ukuba uNabhoti ugityiselwe ngamatye, wafa, wathi uIzebhele kuAhabhi, Suka, usithabathe isidiliya sikaNabhoti waseYizereli, abengavumi ukukunika ngemali; ngokuba uNabhoti akasekho, ufile.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 21

imbono 1 Ookumkani 21:15 kwimeko