1 Ookumkani 21:2 XHO75

2 wathetha uAhabhi kuNabhoti, wathi, Ndínike isidiliya sakho, ukuba sibe ngumyezo wemifuno; ngokuba sisondelelene nendlu yam; ndokunika isidiliya esilungileyo kuneso esikhundleni saso; ke ukuba kuthe kwalunga emehlweni akho, ndokunika imali esilingeneyo.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 21

imbono 1 Ookumkani 21:2 kwimeko