1 Ookumkani 21:20 XHO75

20 Wathi uAhabhi kuEliya, Ùndifumene na, lutshaba lwam? Wathi yena, Ndikufumene; ngenxa enokuba uzithengisele ukwenza okubi emehlweni kaYehova, uyabona,

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 21

imbono 1 Ookumkani 21:20 kwimeko