1 Ookumkani 21:22 XHO75

22 Ndoyenza indlu yakho ibe njengendlu kaYarobheham unyana kaNebhati, nanjengendlu kaBhahesha unyana ka-Ahiya, ngenxa yokuqumbisa ondiqumbise ngako, wawonisa amaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 21

imbono 1 Ookumkani 21:22 kwimeko