1 Ookumkani 21:4 XHO75

4 UAhabhi waya endlwini yakhe ebuthe nkwa ubuso, ejalile, lilizwi abelithethile kuye uNabhoti waseYizereli, wathi, Andiyi kukunika ilifa loobawo. Waya walala esingqengqelweni, wabheka phaya; akadla nokudla.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 21

imbono 1 Ookumkani 21:4 kwimeko