1 Ookumkani 22:10 XHO75

10 Ke ukumkani wakwaSirayeli noYehoshafati, ukumkani wakwaYuda, wahlala elowo etroneni yakhe, evethe iingubo zakhe, esandéni, ekungeneni esangweni lakwaSamari; bonke abaprofeti beprofeta phambi kwabo.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 22

imbono 1 Ookumkani 22:10 kwimeko