1 Ookumkani 22:13 XHO75

13 Ke umthunywa, obeye kubiza uMikaya, wathetha kuye esithi, Khawubone, amazwi abaprofeti athetha okuhle ngamlomo mnye kukumkani; izwi lakho makhe libe njengelizwi labo, uthethe okuhle.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 22

imbono 1 Ookumkani 22:13 kwimeko